395px

Antwoord

Zahara (Sul-Africana)

Phendula

Nkosi yam phendula ndiyacela
Phendula phendula phendula
Sinikela kuwe sincamile ngokwethu
Phendula phendula phendula
Umhlaba wonke, ujonge kuwe
Intlupheko yethu, yaziwa nguwe
Nezifo zethu, zophiliswa nguwe

Novuyo lwethu, luvela kuwe
Phendula phendula phendula
Afrika afrika afrika afrika
Phendula
Afrika afrika afrika afrika

Phendula

Phendula phendula phendula

Antwoord

Heer, antwoord alsjeblieft
Antwoord, antwoord, antwoord
We geven ons aan jou, we zijn oprecht
Antwoord, antwoord, antwoord
De hele wereld kijkt naar jou
Onze ellende is bij jou bekend
En onze ziekten, zullen door jou genezen worden

Onze vreugde komt van jou
Antwoord, antwoord, antwoord
Afrika, Afrika, Afrika, Afrika
Antwoord
Afrika, Afrika, Afrika, Afrika

Antwoord

Antwoord, antwoord, antwoord

Escrita por: