Abantu k'dala bend'valel'indlela
Besisthi andiyonto
Futhi ndiyaboniswa
Kodw'I
Ingom'engaphakathi kwam ibalis'ibali Nokuwa
Nokuvuka komntu
Nolonwab'olungapheliyo
Nd'yathandaz'uyive lengoma
Izovuselel'umphefumlo wakho
Ik'nik'ithemb'elitsha
Kudal'usithi nyawo zam
Ndise
Ndikhokhele undise kwantliziyo ndise Apho
Kungenjena umphefumlo wam wahlukene
Nd'yathandaz'uyive lengoma
Izovuselel'umphefumlo wakho
Ik'nik'ithemb'elitsha

Send Translation Add to playlist Size Tab Print Correct